pod.link/epokothweni
pod.link copied!
Epokothweni with Babalwa Nonkenge
Epokothweni with Babalwa Nonkenge
Solid Gold Podcasts #BeHeard

Accessible conversations about financial stewardship in IsiXhosa. Sincokola ngokuphathwa kakuhle kwemali ngendlela efikelelekayo ngolwimi lwesixhosa. Accessible conversations, co-creation and learning personal financial stewardship in... more

Listen now on

Apple Podcasts
Spotify
Google Podcasts
Overcast
Podcast Addict
Pocket Casts
Castbox
Stitcher
Podbean
iHeartRadio
Player FM
Podcast Republic
Castro
RadioPublic
RSS

Episodes

Loyalty rewards and wealth creation | A conversation with Ess Mukumbo

Did you know that you can use your loyalty rewards in your wealth creation and investing journey?

17 Mar 2024 · 27 minutes
Reset your finances at the start of the tax year

Catch up on some of the tax efficient ways you can reset your finances as we start the new tax... more

07 Mar 2024 · 40 minutes
Episode 64 | Zibuze imibuzo kanje

Buza imibuzo ezakuthi ikunikeze impendulo eluncedo malunga nezimali zakho

03 Mar 2024 · 15 minutes
Isiqendu 63 | Yintoni MTBPS

Kwincoko yanamhlanje sikunika inkcazelo ngezona zinto ezibalulekileyo ezikuchaphazelayo kwi MTBPS enikwe yi Minister of Finance u Mnumzana Enoch Godongwana

03 Nov 2023 · 12 minutes
Isiqendu 62 | Lumkela ezi mpazamo ze estate planning

Kwincoko yethu namhlanje sincokola malunga nempazamo esibona zisenzeka kwi estate planning. Today's conversation explores some erros that we've seen in the... more

20 Sep 2023 · 5 minutes
Isiqendu 61 | Sebenzisa itrusts kwi will yakho

Kulencoko sicacisa ukuba ungazisebenzisa njani na iTrusts ne Guardians ozityumbileyo kwi will yakho ukuqinisekisa ukuba iminqweno oyibhalileyo iyenzeka xa sele... more

13 Sep 2023 · 4 minutes
Isiqendu 60 | Ukubaluleka kwe will

A conversation on the importance of wills.

06 Sep 2023 · 4 minutes
Isiqendu 59 | Investa uzikhusela kwi fraud ubuqhetseba

Kubalulekile ukubeka imali bucala, kubaluleke ngakumbi ukuba ukhuseleke kubuqhetseba obugqubayo kulemihla. Incoko yethu no Khwezi Jackson ikunika icebiso lokuba uzikhusela... more

18 Jul 2023 · 12 minutes
Isiqendu 58 | Two pot system - yintoni kanye kanye

Kulencoko siphicotha le system ekuthiwa yi Two Pot System

11 Jul 2023 · 17 minutes
SMART financial goals - a conversation with Aubrey Masango

Re evaluate your financial goals

06 Jul 2023 · 34 minutes
Epokothweni with Babalwa Nonkenge
Loyalty rewards and wealth creation | A conversation with Ess Mukumbo
Epokothweni with Babalwa Nonkenge